Intlanzi ephilayo yoyisa ubunzima ngokuqubha isenyuka umsinga. Kwangokunjalo, kufuneka sifumane isizathu sokubulela nakwimeko enzima, sinike uzuko uThixo ngokusivumela ukuba siye eBukumkanini bamaZulu apho kungekho ntlungu khona.
UKristu Ahnsahnghong ufikile kweli lizwe lokubandezeleka ukuze afundise uluntu indlela yokufumana uxolelo lwezono kunye nobomi obungunaphakade luye eZulwini. Kufuneka siqonde ubabalo lukaKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama, soyise ukubandezeleka kwethu kunye nobunzima ngombulelo.
Lumkani, kungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi nakubani; hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye, nakubantu bonke. Hlalani nivuya. Thandazani ningayeki. Ezintweni zonke bulelani. . . . 1 KwabaseTesalonika 5:15–18
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala