Bonke abantu emhlabeni ngamabanjwa okufa ngokomoya,
abangaziyo ukuba kuya kwenzeka ntoni kubo ngomso.
Ke ubhaptizo olusebenzela ukuxolelwa kwezono
kufuneka luqhutywe ngokungxamisekileyo kanye njengokuba oogqirha
bengaboni abaguli abangxamisekileyo iinyanga kodwa babanyange kwangoko.
Abangcwele beBandla lamandulo babebhaptiza abantu endleleni, ebusuku,
nangemihla yeSabatha. Nabani na owayefuna usindiso
wabhaptizwa, nokuba leliphi ixesha okanye yeyiphi indawo.
(IZenzo 8:26–39; 10:44–48; 16:13–14; 16:29–34)
Umsitho wobhaptizo uqulethe uthando olukhulu lukaThixo
owayebethelelwe emnqamlezweni endaweni yabantu abenza
izono ezinkulu. Ke ngoko, kuphela xa sikholelwa kuMsindisi
oza negama elitsha kwixesha loMoya oyiNgcwele,
uKristu Ahnsahnghong size sibhaptizelwe egameni Lakhe,
sinokusindiswa.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala