UMthendeleko WemiNquba kwiTestamente eNdala, owawukhumbula ukwakhiwa kwetempile, usisithunzi, ubunyani bayo nguMthendeleko WemiNquba kwiTestamente eNtsha, apho uThixo anika uMoya oyiNgcwele wemvula yokugqibela njengamanzi obomi. Oku kubonisa ukuba bonke abantu kufuneka beze kuThixo uMama, omelwe njengeTempile yaseYerusalem, ukuze bafumane uMoya oyiNgcwele wemvula yamva baze basindiswe.
NguThixo kuphela okwaziyo ukunika amanzi obomi kulo lonke uluntu. Ke, uMoya noMtshakazi, abanika amanzi obomi ngemihla yokugqibela, ba nguThixo uBawo noThixo uMama.
UMoya nomtshakazi bathi, Yiza. Lowo uvayo makathi, Yiza. Lowo unxaniweyo makeze; lowo uthandayo, makawathabathe amanzi obomi ngesisa. ISityhilelo 22:17
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala