UThixo wathi wayeya kuwasebenzisa la magama mathathu de kube sekupheleni kwehlabathi—igama loYise, loNyana, neloMoya Oyingcwele; kwisigaba sikaYise, yayinguYehova, kwaye ngexesha loNyana, yayinguYesu.
UYesu usazise ukuba igama lakhe elitsha liya kuvela kwixesha elizayo, kwaye liya kunikwa kuphela abangcwele abaza kusindiswa. Igama elitsha likaYesu ligama likaThixo kwixesha likaMoya oyiNgcwele.
KwiBandla likaThixo kuphela esinokuthi silazi igama elitsha likaYesu, oko kukuthi, igama loMoya oyiNgcwele, kwaye sibhaptizwe egameni loYise, loNyana, neloMoya oyiNgcwele ukuze sihambe indlela yosindiso.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala