Abanyelisi bema ngelithi ukhozi olutya isidumbu akunakuthiwa nguThixo.
Noko ke, uThixo usenza sazi isimilo sakhe ngemizekeliso eyahlukahlukeneyo eseBhayibhileni.
Ukuba akunakwenzeka ukufanisa uThixo nesilwanyana esitya isidumbu, asinakukwazi ukufanisa uThixo nomdiliya okanye itempile engakwaziyo nokushukuma.
Nangona kunjalo, iBhayibhile ifanisa uThixo nomdiliya okanye itempile.
Ngoko ke, akukho ngqiqweni ukuzama ukufumana ubungcwele bukaThixo kwisilwanyana esinikelwa njengomzekeliso, kwaye ukuzingisa kwabo kudlula zonke izizathu.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala