Uninzi lwamaKristu namhlanje lukholelwa ukuba kukho uThixo uYise kuphela, kodwa umbhalo wokuqala weBhayibhile ubhekisa kuThixo njengoElohim. Kuthetha ukuba akukho Thixo uBawo kuphela.
IBandla likaThixo likholelwa kuThixo uElohim, ukuza okwesibini uKrestu uAhnsahnghong nakuThixo uMama.
Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi. . . . Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana. Genesis 1:26–27
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala