UThixo wawusikelela umhla wesabatha ekuqaleni, wawungcwalisa, wawumisa njengowesine kwimithetho elishumi ngexesha likaMoses; umhla weSabatha ngumthetho kaThixo ekufuneka siwugcine kude kube sekupheleni kwephakade.
UYesu wasifundisa ukuba simele siwugcine ngcwele umhla weSabatha de kube sekupheleni kwehlabathi ngokuthi, “Thandazani ukuba insabe yenu ingenzeki ngeSabatha,” ngoko akulunganga ukugxininisa ukuba akukho mfuneko yokuba kugcinwe umhla weSabatha ngamaxesha eTestamente eNtsha yaye oko kungqubana neemfundiso zikaYesu.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala