Njengokuba ubomi namanzi engenakwahlulwa emhlabeni, ukuze sikwazi ukufumana ubomi obungunaphakade size siphile ngokonwaba eBukumkanini bamaZulu, nathi kufuneka sifumane amanzi obomi.
Kuba uMoya noMtshakazi basixelele ukuba samkele amanzi obomi, kufuneka siqonde kwaye sikholwe kuMoya nakuMtshakazi ukuze sifumane amanzi obomi.
IBhayibhile iyangqina ukuba uThixo uAhnsahnghong kunye noMama wethu waseZulwini nguMoya noMtshakazi. UThixo usinika amanzi obomi kwiBandla likaThixo apho bahlala khona.
UMoya nomtshakazi bathi, Yiza. Lowo uvayo makathi, Yiza. Lowo unxaniweyo makeze; lowo uthandayo, makawathabathe amanzi obomi ngesisa. ISityhilelo 22:17
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala