Ngomzekeliso esawunikwa nguYesu, siye siqinde ukuba uAbraham umele uThixo uYise, kwaye uSara, owádlala indima ebalulekileyo ekugqibeni ukuba ngubani indlamafa endlwini ka-Abraham, nguMama wethu, okhululekileyo kwaye umelwe ngumnqophiso omtsha.
Abo bangakholwayo konke-konke báfana Eliyezere, owayenabazali abangamakhoboka, kunye nabo bakholwayo kuThixo uYise kuphela, njengoIshmayeli, abanokwazi ukuba ziindlamafa zikaThixo.
NjengoIsake, abobamkele uThixo uYise (Kristu Ahnsahnghong) kunye noThixo uMama, abakhululekileyo, batywiniweyo “njengabantwana,” ngawo umzimba negazi likaThixo baya kuba ziindlamafa zobukumkani bamazulu.
“safa ke nesityebi, sangcwatywa. Síze, sikwelabafileyo, siphakamise amehlo aso sisentuthumbeni, simbone uAbraham ekude, uLazaro esesifubeni sakhe. Samemeza sona sathi, Bawo, Abraham, ndénzele inceba…”
Luka 16:22-24
Unyana wakhe owazalwa likhobokazana wazalwa ngokwenyama; kodwa unyana wakhe owazalwa ngokhululekileyo wazalwa njengesiphumo sesithembiso. Ezi zinto ziyintsokotha,... bazalwana, asingabantwana bekhobokazana thina; singabowokhululekileyo.
KumaGalati 4:23-31
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala