Isizathu sokuba uThixo adale zonke izidalwa eziphilayo kulo mhlaba ukuba zifumane ubomi ngomama yayikukusazisa ukuba ubomi obungunaphakade bunikelwa kuphela ngoMama wethu wokomoya.
Isizathu sokuba uThixo asifundise ukuba “unguBawo,” kwaye singoonyana neentombi Zakhe kukwatyhila uThixo onguMama ngeziqu zelungu ngalinye losapho.
Abantu bacinga ukuba kubalulekile ukucwangcisa umhlala-phantsi wabo ngelixa bephila ubomi obufutshane kulo mhlaba. Kodwa eneneni, kubaluleke ngakumbi ukucwangcisa nokulungiselela ihlabathi leengelosi apho siya kuhlala khona ubomi obungonaphakade.
Abo banethemba lokwenene kubukumkani bamazulu bamkela uBawo uKrestu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama oweza njengabasindisi kwisigaba soMoya oyiNgcwele. Kwakhona agcina umhla weSabatha nePasika yomnqophiso omtsha njengamalungu entsapho yasezulwini.
Ùfanele, Nkosi, ukwamkela uzuko, nembeko, namandla; Ngokuba inguwe owadala zonke izinto, Nangenxa yokuthanda kwakho zikho, zadalelwa oko.
ISityhilelo 4:11
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala