Malunga neminyaka engama-2 000 eyadlulayo, abangcwele beBandla lamandulo
babesoyika intshutshiso evela kuluntu lwamaJuda
nokufa emva kokubethelelwa kukaYesu.
Nangona kunjalo, kuba bafumana uMoya oyiNgcwele
ngoMhla wePentekoste, baqalisa ukushumayela
ngenkalipho ngoYesu oweza esenyameni,
kwaye abantu abangama-3,000 okanye ama-5,000 ngosuku baguquka
beza kwiBandla likaThixo elaligcina umnqophiso omtsha.
Ke kaloku, ekuzalisekeni kwawo umhla wepentekoste, baye bonke bemxhelo mnye ndaweni-nye . . . Bazaliswa bonke nguMoya oyiNgcwele . . . IZenzo 2:1–4
Namhlanje, ibandla eligcina iPentekoste
njengeBandla lamandulo lize lifumane uMoya oyiNgcwele
wemvula yamva nguMbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo,
apho kuhlala uMama waseZulwini.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala