Xenikweni amaSirayeli engayigcini imigaqo nemithetho kaThixo,
uThixo wábashiya baze baba buthathaka, banyathelwa
ngamazwe eeNtlanga. Kodwa, xa ekhonza uThixo kuphela
ngentobeko, uThixo wayehlala enabo, baze
baba luhlanga olomeleleyo, bonwabela uxolo.
Njengoko kubhaliwe kwincwadi yAbagwebi, 1 iziKronike, 1 ooKumkani, njalo-njalo,
nanini na xa besenza okubi, bemlahlile uThixo,
babengenakunceda kodwa bawe.
Kuba izinto zonke ezabhalwayo ngenxa engaphambili, zaye zibhalelwa okwethu ukufundiswa. KwabaseRoma 15:4
Ngokwesi sifundo seBhayibhile, iBandla likaThixo
lilandela iimfundiso zikaThixo uBawo noThixo uMama,
abaze njengabaHlanguli kwiLixa likaMoya oyiNgcwele.
Ke uThixo uhlala enathi yaye ukhusela zonke iiZiyon kwihlabathi liphela.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala