UThixo unika ubabalo kwabo bakholelwayo Kuye, kodwa uba ngumgibe kwabo bamthandabuzayo. Singamkela isitshixo soBukumkani Bamazulu xa sithe saqonda ukuba uYesu nguThixo ngokwenyani, size sikholelwe Kuye, njengoko uPetros wenza njalo. Nangona kunjalo, ukuba sigxila kuphela kwiimpawu zakhe zemvelo njengoYuda Sikariyoti, siya kubanjiswa ngumgibe.
UMoya Nomtshakazi baze kulo mhlaba kwakhona ukuza kukhangela abantu babo bokwenyani kwiLixa loMoya Oyingcwele, njengoko uYesu wavela ngokufihlakeleyo njengomntu nje oqhelekileyo kulo mhlaba ukuze ohlule amalungisa kwabo bangendawo, kwiminyaka engama-2000 eyadlulayo.
Údeliwe, ushiyiwe ngabantu; yindoda enomvandedwa, eqhelene nesifo; wanga ngulowo kusitheliswa kuye ubuso, udeliwe, thina ke àsambeka.
Isaya 53:3
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala