EBhayibileni, kubhaliwe,
“uEva uza kuba ngunina wabaphilileyo bonke,”
“USara uza kuba ngunina wezizwe ngezizwe,” yaye
“iYerusalem ephezulu nguMama wemiphefumlo yethu.”
Indlela yosindiso kukukholelwa kuThixo uBawo
noThixo uMama ngokuthobela la mazwi eBhayibhile.
Amalungu eBandla likaThixo akholelwa kuMoya oyiNgcwele
uAhnsahnghong, owazalisekisa zonke iziprofeto zeBhayibhile,
kunye noThixo uMama, onguMtshakazi Wakhe, ngabantu abalumkileyo
abamoyikayo uThixo, bayakhe indlu yabo elulwalweni.
“Yiza apha, ndikubonise umtshakazi, umfazi wayo iMvana.”
. . . sandibonisa umzi omkhulu, iYerusalem engcwele, usihla uphuma emazulwini. iSityhilelo 21:9–10
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala