Iicawa ezininzi ehlabathini zinyanzelisa ukuba ezazo
iimfundiso zilungile. Phakathi kwazo, yeyiphi
eyona cawa eyinyaniso engamkela ilifa lobukumkani bukaThixo?
Impendulo sinokuyifumana kwimbali yosapho lukaAbraham
ukuba iBandla likaThixo kulapho kuhlala khona uThixo uMama.
Kwakukho abagqatswa abathathu kwindlalifa
yosapho lukaAbraham. Owokuqala ibinguEliyezere, umkhonzi.
owesibini ibinguIshmayeli; owesithathu ibinguIsake.
Isizathu sokuba uIsake oyena omncinci, hayi uIshmayeli
unyana olizibulo, wayenokuba yindlalifa kaAbraham
kwakungenxa kanina uSara, umfazi okhululekileyo.
Usapho lukaAbraham lumele inkqubo esezulwini.
Nangona kukho amabandla amaninzi namhlanje, kuphela libandla
eli kholelwa kuThixo uMama umfazi okhululekileyo
kwaye limlandele, elinokuba yindlalifa kaThixo njengoIsake.
Ke yona ephezulu iYerusalem ikhululekile, enguma wethu leyo. KumaGalati 4:26
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala