Malunga neminyaka engama-2 000 eyadlulayo, iinkokheli zenkolo yobuJuda,
ababethweswe igunya ngelo xesha,
babetshutshisa iBandla lamandulo nabapostile
ngokukholelwa kuYesu njengoMsindisi.
Nangona kunjalo, izimvo zabantu kunye namaxabiso abo azinakho ukukhokelela abantu
elusindisweni. Usindiso lunikwa kuphela abo
abakholelwa kuThixo nabalandela inyaniso.
Kweli xesha uThixo uBawo noThixo uMama
beze emhlabeni ngokweziprofeto
zeBhayibhile kwaye babuyisele iBandla likaThixo.
Ngoku banika bonke abantu isipho sesisa samanzi obomi.
UMoya nomtshakazi bathi, Yiza . . . lowo uthandayo, makawathabathe amanzi obomi ngesisa. ISityhilelo 22:17
IBandla lamandulo laliwathobela amazwi kaThixo,
lisoyisa intshutshiso enkulu, baze ekugqibeleni bamkela
isithsaba sobomi. Nakweli ixesha, abo
banikela ingqalelo enyanisweni bayigcine
ngaphandle kokulandela iingcinga zabantu, bangasindiswa.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala