NjengoThixo uYehova kwiXesha likaYise, nanjengoYesu Kristu kwiXesha likaNyana, nanjengoThixo uAhnsahnghong noThixo uMama—uMoya noMtshakazi—kwiXesha likaMoya oyiNgcwele, uThixo uba lithemba loluntu eZiyon, umzi wemithendeleko kaThixo.
UElohim uThixo unegunya lokuxolela izono zoluntu. LiBandla likaThixo, apho kuhlala khona uThixo uElohim, yiZiyon—indawo apho imithendeleko kaThixo ibhiyozelwa khona. LiBandla apho kukho isithembiso sokuxolelwa kwezono kunye nozuko loBukumkani obungunaphakade bamaZulu.
Yizani kum nonke nina nibulalekayo, nisindwayo ngumthwalo . . . noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu. Kuba idyokhwe yam imnandi, nomthwalo wam ulula. Mateyu 11:28–30
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala