Ngomzekeliso weSityebi noLazaro, nezityhilelo zikaYohane noDaniyeli, uThixo usibonisa ukuba isihogo yindawo yentlungu nesohlwayo sanaphakade apho khona kugwetywa abangendawo, yaye Usicela ngolangazelelo ukuba singaze siye esihogweni, ngokuyekelela izenzo zethu ezimbi.
Ukristu Ahnsahnghong noThixo uMama baze emhlabeni ukuze basibuyisele eZulwini
apho kungekho kufa okanye iintlungu, kodwa imincili novuyo. Bashumayela uMnqophiso Omtsha, ivangeli yoBukumkani Bamazulu, ngentumekelelo kwiBandla likaThixo.
Nokuba iliso lakho lithe lakukhubekisa, likhuphe lona; kukulungele kanye ukungena ebukumkanini bukaThixo unaliso linye, kunokuba uthi, unamehlo amabini, uphoswe esihogweni somlilo,. . .
UMarko 9:47-49
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala