Isihange ngasekunene sásikelelwa ngosindiso
ngobulumko bokukhetha into enexabiso laphakade
ngokuma kwicala likaYesu.
Kuyo indlela yethu yokholo ejolise eZulwini, amaxabiso avunywe nguThixo
abaluleke ngaphezu kwamaxabiso avunywe ngabantu behlabathi.
Kanye njengokuba uYesu wábiza abafundi Bakhe kufutshane noLwandle lwaseGalili,
kweli xesha, uKristu Ahnsahnghong noThixo uMama,
uMoya noMtshakazi, babiza abasebenzi
boMnqophiso Omtsha abaza kukhetha ixabiso laseZulwini.
“Uze undikhumbule, Nkosi, xa uthe weza usebukumkanini bakho.
UYesu wathi kuye, “Inene, ndithi kuwe, namhlanje ùya kuba nam eParadisi.” [Luka 23:42–43]
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala