Kanye njengokuba ukumkani uYuri, ikumkani yesibini yaseGoguriyo,
wamkelwa njengonyana kaJumong ngokuza
nomqondiso, kufanele sigcine iPasika yoMnqophiso oMtsha, engumqondiso
kaThixo, ukuze samkelwe njengabantwana bakaThixo kubo uBukumkani Bamazulu.
UThixo usinike igunya lokuba ngoonyana neentombi Zakhe xa sisidla isonka sePasika,
sisele iwayine yePasika, ezingumzimba negazi elingcwele likaThixo
uAhnsahnghong noThixo uMama.
Kukho izibetho ezininzi kweli xesha, kanye njengezibetho ezáhliswa phezu kweYiputa.
Kweli xesha, amalungu eBandla likaThixo abhengeza iindaba zosindiso,
yaye ahlala ehleli kuyo inyaniso yePasika yoMnqophiso oMtsha, ekholelwa ukuba uThixo unathi.
“Ndandiya kunamkela, Ndibe nguyihlo, Nina nibe ngoonyana neentombi kum;
Itsho iNkosi uSomandla.” 1 KwabaseKorinte 6:17–18
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala