Abantu abaninzi bathi bakholelwa kuThixo, kodwa uYesu wabona kwangaphambili ukuba abazukuzilandela iimfundiso zikaThixo. Phambi kokuba abuyele eZulwini, Wacela ngokunyanisekileyo kubafundi Bakhe ngolu hlobo, ”Nibafundisa ukuba bazigcine zonke izinto endiniwisele umthetho ngazo.”
Phakathi kwamabandla amaninzi ehlabathini, liBandla likaThixo kuphela elinePasika yoMnqophiso Omtsha, ubungqina bobomi obungunaphakade, nelilandela iimfundiso
zikaYesu njengeBandla lamandulo. Lisekwe nguKristu uAhnsahnghong noThixo uMama.
Weza uYesu… …Hambani ngoko niye kuzenza abafundi zonke iintlanga, nibabhaptizela egameni loYise, loNyana, loMoya oyiNgcwele; nibafundisa ukuba bazigcine zonke izinto endiniwisele umthetho ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli.
Mateyu 28:18-20
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala