Kufuneka siqonde ukuba umthetho ngamnye kaThixo wamiselwa usindiso lwethu, kwaye sisimemo esiqulathe uthando lukaThixo. Ngoko ke, kufuneka siyigcine yonke imithetho kaThixo ngokupheleleyo njengoDaniyeli, owathandaza ngolu hlobo “Vula amehlo am ukuze ndibone izinto ezintle kumthetho wakho.”
KwiLixa loMoya Oyingcwele, uKristu uAhnsahnghong noThixo uMama baze emhlabeni ukuze baxolele bonke abantu izono zabo abazenza eZulwini, bababonise indlela yokubuyela eZulwini ngokuthi babuyise iSabatha nePasika yoMnqophiso Omtsha, eyatshatyalaliswa kuMaxa Amnyama.
Wena, thetha koonyana bakaSirayeli uthi, Inene, iisabatha zam zigcineni; kuba zingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu, ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo; niyigcine isabatha, kuba ingcwele kuni.
IEksodus 31:13-14
Kuba umthetho woMoya wobomi, ndakuba kuKristu Yesu, wandikhulula emthethweni wesono nokufa.
KwabaseRoma 8:2
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala