Kanye njengoko kufuneka sisebenzise imicroscope
ukuze sibone izinto ezincinci ezingabonakaliyo,
ukuqonda izinto zokomoya,
kuya kufuneka sijonge umhlaba wokomoya ngeBhayibhile.
IBhayibhile iyaprofeta ukuba abantu baya kuba ngumsinga
ukuya eZiyon ngemihla yokugqibela. IZiyon yindawo ahlala kuyo uThixo
aze alawule abantu Bakhe ngesithembiso
soxolelo lwesono ngemithendeleko esixhenxe
yomnqophiso omtsha kwizihlandlo ezinthathu.
(iPasika, uMthendeleko Wezonka Ezingenagwele, uMhla Wovuko,
uMhla wePentekoste, uMthendeleko Wezigodlo, uMhla Wokucamagusha
noMthendeleko Weminquba)
Khangela iZiyon, umzi wemithendeleko yethu . . . Ewe, ngenxa yethu ikhona ingangamsha uYehova . . . abantu abahleliyo khona babuxolelwe ubugwenxa babo. Isaya 33:20–24
IBandla lamandulo elalilandela iimfundiso zikaYesu
lahlulwa langamakhulu amahlelo, yaye akukho
nanye kuwo ngaphandle kweBandla likaThixo eligcina imithendeleko kaThixo.
Abo bayaziyo iZiyon, abangabayo
banosindiso oluqinisekisiweyo.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala