IPasika ngumqondiso wosindiso esinokuthi ngayo sisinde intlekele, sixolelwe izono kunye nobomi obungunaphakade. Ngumthendeleko obaluleke kangangokuba uThixo unike elinye ithuba lokuyigcina kwabo abangaphumelelanga ukuyigcina iPasika kwinyanga yokuqala ngenxa yesizathu esingaphephekiyo.
Xa sigcina iPasika yoMnqophiso oMtsha, inyama negazi likaThixo lingena kuthi, yaye singamkela uKristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama abeze emhlabeni kwiLixa loMoya oyiNgcwele, kananjalo singafumana ubomi obungunaphakade kunye nelungelo lokuba ngabantwana bokwenene bakaThixo.
“Wathi ngoko uYesu kuwo, Inene, inene, ndithi kuni…Lowo uyidlayo eyam inyama, alisele elam igazi, unobomi obungunaphakade; ndaye mna ndiya kumvusa ngomhla wokugqibela.” Yohane 6:53–56
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala