UYesu waseka iZiyon ngemithendeleko yoMnqophiso Omtsha, efana neSabatha, nePasika kwiminyaka engama-2000 eyadlulayo, kodwa yatshatyalaliswa kwiXesha Lobumnyama. UKristu Ahnsahnghong ubonakale njengoKumkani uDavide wakwamoya, waza wokha iZiyon.
IZiyon lelona bandla elgcina imithendeleko yoMnqophiso Omtsha kwihlabathi liphela. IBhayibhile iprofeta ukuba uKristu uAhnsahnghong noThixo uMama bahlala kwiBandla likaThixo kuphela, nokuba abantu bangamkela uxolelo lwezono nobomi obungunaphakade, basinde kwintlekele yokugqibela.
Xelani kwaYuda, nivakalise eYerusalem, nithi, Vuthelani isigodlo elizweni; dandulukani, nithi, Hlanganisanani, singene emizini enqatyisiweyo. Phakamisani ibhanile ngaseZiyon, sabani, ningemi; kuba entla ndizisa ububi, nembubhiso enkulu.
UYeremiya 4:5-6
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala