Uhlobo lukaMelkitsedeke ngePasika yoMnqophiso oMtsha
ngumbingelelo ongaguquguqukiyo, owamiselwa nguThixo Ngokwakhe emhlabeni
ukuze thina, uluntu, samkele intsikelelo yokuxolelwa kwezono
size sidle ilifa uBukumkani bamaZulu.
NguMbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo kuphela
abagcina iPasika yoMnqophiso oMtsha, athi ngaye uThixo ngokwakhe
aqinisekise usindiso lwethu, yaye yindawo apho uBawo waseZulwini uAhnsahnghong
noMama waseZulwini beza khona ngokohlobo lukaMelkitsedeke.
Nakuba ebenguNyana, wafunda ukululama ngobunzima awabuvayo; waza, egqibelele, waba yimbangi yosindiso olungunaphakade kubo bonke abamlulamelayo, ebizwe nguThixo, ukuba abe ngumbingeleli omkhulu ngokohlobo lukaMelkitsedeke.
KumaHebhere 5:8-10
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala