Nangona abantu abanizi bebanga ukuba bakholelwa kuThixo, akukho nyaniso kweli hlabathi limnyama, eliphethwe lunxano lokomoya. Ngoko ke uThixo uze okwesibini ukuza kuphelisa unxano lwethu lakwamoya.
Imiphefumlo yethu inokuvuselelwa ngamazwi kaThixo amanzi obomi xa sithe samkela uKristu uAhnsahnghong kuphela, obanakale njengeNgcambu kaDavide ukuza kuvula iimfihlo zeBhayibhile, ze siye kwibandla eligcina iPasika yoMnqophiso Omtsha, engumnqophiso wanaphakade owathenjiswa kuDavide yedwa.
Wenani! Nonke nina ninxaniweyo, yizani emanzini, nabangenamali . . . Thobani iindlebe zenu, nize kum; yivani, uphile umphefumlo wenu; ndenzè umnqophiso ongunaphakade nani, iinceba zikaDavide ezinyanisekileyo.
UIsaya 55:1-3
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala