Umthetho womzi wokusabela obhalwe eBhayibhileni
unzulu yaye uyimangalisa. Kwixesha elidlulileyo, uSirayeli wayenazo
ezinye izixeko zokusabela ukukhusela abo
ababulala umntu ngengozi, kodwa babengakwazi
ukuphuma kuyo de umbingeleli omkhulu othanjisiweyo afe.
(Ngokuqinisekileyo ababulali babebulawa
nangona babengena kwisixeko sokusabela.)
UThixo wafundisa ukuba inkqubo yesixeko sokusabela
sisithunzi sezinto ezizayo. Ngamanye amazwi,
Uye wasikhanyisela ukuba umhlaba sisixeko
sokusabela somoya apho aboni basezulwini bahlala kunye yaye
ikhaya loluntu bubukumkani bamazulu.
Ekuphela kwendlela yoluntu yokufumana uxolelo
lwezono kumzi wokusabela nokubuyela kwikhaya lasezulwini
kukugcina iPasika leyo uYesu, oweza njengoMbingeleli
Omkhulu, awayimisela ngedini Lakhe lokufa.
esinayo sikuye inkululeko ngokuhlawulelwa ngegazi lakhe, ukuxolelwa ke kweziphoso zethu, ngokobutyebi bobabalo lwakhe; Kwabase-Efese 1:7
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala