Umthetho wesixeko sokusabela kwiTestamente Endala yayiyindawo yethutyana yokubalekela kwabo bábulala abantu ngengozi, kwaye lomthetho sisithunzi esibonisa ukuba abantu bénza izono ezinjani ezulwini.
UThixo uvumele aboni ukuba babuyele emakhayeni abo ngokufa kombingeleli omkhulu owayehlala emzini wokusabela.
Ngokwentando kaThixo, kufuneka siqonde ukuba aboni
bangaxolelwa izono zabo ngeyiphi indlela.
UYesu weza kulo mhlaba waze waba ngumbingeleli omkhulu ngonaphakade ngohlobo lukaMelkitsedeke, kwaye ngePasika yomnqophiso omtsha nomthetho wezishumi awayiseka ngombingelelo wakhe emnqamlezweni, indlela wozuko wokubuyela ezulwini sivela kulo mhlaba, omngumzi wokusabela, uvuliwe.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala