Kwipaki yengonyama eseRhawutini, eMzantsi Afrika,
kukho umthetho othi, “Gcina iifestile zivaliwe maxa onke!”
Nangona kunjalo, umhambi wahlisa ifestile ngokuchasene nomthetho.
Ekugqibeleni, wahlaselwa yingonyama waza wafa.
Ngokufanayo, uSathana umtyholi ufuna omnye
aza kumqwenga njengengonyama egqumayo.
Ingcinga ethi, ‘Le nto incinci izakulunga,’
yenza namalungu eBandla likaThixo awele emngciphekweni.
Yibani nobungcathu, phaphani; ngokuba ummangaleli wenu, uMtyholi, uhamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani angamginyayo; mchaseni lowo, nizimasekile elukholweni. 1 KaPetros 5:8–9
Nangona umtyholi ezama ukusihenda ngazo zonke iindlela
ukuze singayigcini imiyalelo kaThixo, kufuneka siyigcine
kude kube sekupheleni sikhuselwe nguThixo uBawo
noMama ukuze sikwanzi ukungena ebukumkanini bamazulu.
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala