Kweli hlabathi, kukho amaqela abantu amabini:
abo bavayo, benze oko kuthethwa nguThixo, nabo bangakwaziyo ukuqonda
nokuba baliva kangaphi ilizwi likaThixo.
Kwilixa lokugqibela likaMoya oyiNgcwele, kukho indawo apho
khona sinokuliva, siliqonde kakuhle ilizwi
likaBawo uAhnsahnghong noThixo uMama,
sigcine iPasika neSabatha yoMnqophiso Omtsha
silandela imizekelo kaThixo.
Loo ndawo nguMbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo.
“Nina anikholwa, kuba aningabo abezimvu zam; njengoko ndanixelelayo. Ezam izimvu ziyaliva ilizwi lam, ndibe nam ndizazi, zindilandela;” [UYohane 10:26–27]
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala