Kanye njengokuba uYesu wanyamezela waze wakoyisa ukugculelwa, edelelwa ngabantu, kunye nokungcatshwa ngabafundi Bakhe, nokuva ubunzima emnqamlezweni ngenxa yabo bonke abantwana Bakhe abathandayo, nathi, nathi kufuneka sithathe umnqamlezo wethu silandele indlela kaYesu.
Ngomthendeleko weZonka Ezingenagwele, kufuneka sikhumbule ukubandezeleka kukaYesu Kristu kwaye sicinge ngokubandezeleka kukaKristu Ahnsahnghong oweza okwesibini. Xa silandela uKristu kwindlela Yakhe, sinika umbulelo kuzo zonke iimeko, uThixo uguqula izithintelo ezinje ngoLwandle oluBomvu zibe sisixhobo sobabalo.
“Wandula wathi uYesu kubafundi bakhe, Ukuba kukho othanda ukundilandela, makazincame ngokwakhe, awuthwale umnqamlezo wakhe, andilandele. Kuba othe wathanda ukuwusindisa umphefumlo wakhe, wolahlekelwa nguwo; ke othe wawulahla umphefumlo wakhe ngenxa yam, wowufumana.” Mateyu 16:24–25
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala