UMthendeleko weZonka Ezingenagwele ngumthendeleko wokusivumela ukuba sijonge emva ebomini naseluthandweni lukaKristu, siguquke ezonweni zenthu, ze sishiye emva ukholo lobuntwana. Njengo Mpostile uPawulos, ukholo lwethu kufanele lukhule lube lukholo oluqolileyo, ukuze sikwazi ukufunda ukubanombulelo ngokwenene ngobunzima obuninzi ebomini bethu bokholo.
UYesu akazange aphile ubomi bozuko nembeko obabumfanele njengoThixo. Wanyamezela ubunzima bomnqamlezo esenzela abantwana Bakhe kunye nentlekisa nengqumbo esuka kwabanye. Kananjalo, amalungu eBandla likaThixo aphila ubomi ephilela abanye, engenzeli uvuyo lwabo. Bayazama ukuzalwa okokutsha njenge zidalwa ezigqibeleleyo uThixo akholisiweyo zizo.
Waza umbingeleli omkhulu wazikrazula iingubo zakhe, esithi, Únyelisile; sisawafunelani na amangqina? Yabonani, ngoku nikuvile ukunyelisa kwakhe; nithini na nina? Baphendula ke bona bathi, Únetyala lokuba afe. Baza bamtshicela ebusweni, bamntlitha, abanye bammonxoza, besithi, Siprofetele, wena Kristu; ubethwe ngubani na?
Mateyu 26:65–68
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala