Kanye njengokuba abangcwele beBandla lamandulo bakujonga ngovuyo ukushumayela
phantsi kwentshutshiso, ukuba siyaluqonda uthando kunye nokuzincama
kukaKristu owacamagushela isono soluntu,
siyakubulela nangeembandezelo
esihlangana nazo ebomini bethu bokholo.
UKristu Ahnsahnghong noMama waseZulwini beze ukusindisa aboni ekufeni.
Abangcwele baBandla likaThixo bashumayela ivangeli ngayo yonke intliziyo nengqondo yabo,
bethemba ukuba uluntu luya kuqonda ubabalo lukaThixo
luguquke ngokupheleleyo.
Yithini, njengoko ningamadlelane ngeentlungu zikaKristu, nivuye; ukuze, nasekutyhilekeni kobuqaqawuli bakhe, nivuye nigcoba. 1 kaPetros 4:13
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala