Kwiminyaka engamawaka amabini eyadlulayo,
uYesu waxolela izono zoluntu ngePasika yoMnqophiso oMtsha.
Ngokunyamezela iintlungu nokubulaleka emnqamlezweni
ngemini elandelayo, imini yoMthendeleko Wezonka Ezingenagwele,
uYesu wathwala izono zabantwana Bakhe
ebabonisa indlela abathanda ngayo.
Indlela yoxelelo lwezono esiyinikwe nguThixo uAhnsahnghong,
obonakale okwesibini ehamba noMama waseZukwini ukuze kusindiswe uluntu!
Thina, malungu eBandla likaThixo, abombathiswe ngobabalo
losindiso eluthandweni lukaThixo, sigcina ukholo lwethu ngombulelo,
ngaphandle kokulahlekelwa lithemba lokuya eZulwini.
Kwabonakaliswa ngale nto ukusithanda kukaThixo,
ngokuthi uThixo amthume ehlabathini uNyana wakhe,
ekuphela kwamzeleyo, ukuze sidle ubomi naye. 1 KaYohane 4:9
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala