UThixo wayehlala evumela ukuba iTyeya yoMnqophiso ihlale ingaphambili ze amaSirayeli alandele emva kwayo, ngexa ebakhokela entlango iminyaka engamashumi amane, nangexa ebavumela ukuba boyise isixeko seYeriko, bangene kwilizwe laseKanan.
Amalungu eBandla likaThixo anqwenela ukungena kwiKanan yasezulwini ngokulandela iimfundiso zikaThixo uElohim ovele njengeTyeya yoMnqophiso, ze babeneloyiso ebomini babo bokholo, ngokufunda izifundo kwimbali yamaSirayeli endaweni yokulandela iingcinga zabo.
Ndabona, nantso iMvana imi phezu kwentaba yeZiyon… Aba ngabo bangadyobhekanga ngabafazi, kuba benyulu. Aba ngabo bayilandelàyo iMvana apho isukuba isiya khona. Aba báthengwa bephuma ebantwini, baziintlahlela kuye uThixo nakuyo iMvana.
Sityhillelo 14:1-4
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala