Kanye njengendoda eyimfama eyavuleka amehlo
noGehazi owabona umkhosi wasezulwini ngobabalo lukaYesu,
uPetros noZakeyu abaqonda ukuba uYesu unguThixo,
xa sivula amehlo ethu akwamoya, sinokumfumana
uKristu Ahnsahnghong noThixo uMama.
Amalungu eBandla likaThixo agcina yonke imiyalelo kaThixo,
kuquka iSabatha kunye nePasika yoMnqophiso oMtsha
eyabuyiselwa nguKrestu Ahnsahnghong, kwaye abulela kuThixo
ngokubanika ukuqonda kwakamoya.
Sizalisekele kubo ke isiprofeto sikaIsaya esithi, Ukuva
niya kuva, ningakhe niqonde; Nithi nibona nje
nibone, ningakhe niqiqe; . . . Kodwa nina, anethamsanqa amehlo
enu, ngokuba ebona; neendlebe zenu, ngokuba zisiva.
Mateyu 13:14–16
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala