Kwincwadi YamaHebere, uKristu wayeprofetiwe ukuba uya kuza okwesibini ukuze asindise uluntu. UMika wáprofeta ukuba uThixo uya kuza eZiyoni ukuze asifundise iindlela Zakhe kwimihla yokugqibela. UIsaya waprofeta ukuba Lowo unika uluntu ubomi obungunaphakade ngePasika yoMnqophiso Omtsha nguThixo wethu.
UThixo uAhnsahnghong uze kulo mhlaba okwesibini esenyameni waba nguKumkani waseZiyoni
ngokubuyisa iPasika yoMnqophsio Omtsha ibitshitshisiwe ngo-AD 325. Emva kokugqiba ukufundisa iminyaka enga-37 ngokwesiprofeto setrone kaDavide, wafundisa abantu baseZiyoni inyaniso
kaThixo uMama, uMtshakazi kaMoya.
Njengokuba uPetros wamqaphela uYesu ngamazwi Akhe obomi obungunaphakade, iBandla likaThixo likholelwa kuKristu uAhnsahnghong noThixo uMama, abasinika amazwi obomi
obungunaphakade kwilixa likaMoya Oyingcwele.
“UKristu Oza Okwesibini kufuneka aze ngegama likaDavide, alandulele eli emva kokushumayela iVangeli iminyake e-37.”
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala