Kanye njengokuba izinja, iimpukane, kunye nabantu
benexesha eliqingqiweyo lobomi, umsebenzi kaThixo wosindiso
nawo unexesha lawo elimisiweyo kunye nomda.
UThixo wohlula-hlula umsebenzi Wakhe wosindiso ngokwamaxesha amathathu
—Ixesha likaYise neloNyana neloMoya oyiNgcwele,
wasebenzisa igama elahlukileyo loMsindisi kwixesha ngalinye.
KwiXesha likaMoya oyiNgcwele, usindiso luya kufezekiswa
ngegama elitsha likaYesu. Ngoko ke, amalungu eBandla likaThixo,
amangqina kweli xesha, athandaza ekwacula iindumiso
egameni likaKristu Ahnsahnghong, ozé emhlabeni
ngokweziprofetho zeBhayibhile.
“Lowo weyisayo . . . ndiya kulibhalela phezu kwakhe igama loThixo wam, negama lomzi woThixo wam, iYerusalem entsha . . . negama lam elitsha.” [ISityhilelo 3:12]
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala