UThixo Ngokwakhe weza emhlabeni wathabathela Kuye umthwalo wezono zabo bonke abantu ukuba abasindise esihogweni esingunaphakade.
Sonke kufuneka sibe ngabantwana bakaThixo, abathi banike uzuko olunyanisekileyo nombulelo kuBawo uAhnsahnghong kunye noMama waseZulwini ngokusinika ubomi obungunaphakade, kanye njengokuba uDavide wazisindisayo engozini ngoncedo lukaYonatan waze wamhlawula kamva, nanjengoko uMpostile uPawulos waguquka kuzo zonke izono zakhe, ekhumbula iintsuku zakhe zangaphambili zokutshutshisa iBandla likaThixo.
…wabafela ngexesha elimisiweyo abangahloneli Thixo…ke yena uThixo uqondakalisa okwakhe ukusithanda ngokuthi, sakubon' ukuba sisengaboni, uKristu asifele.
KwabaseRoma 5:6-8
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala