Bonke abantu, abazalwa kulo mhlaba, balindelwe ziintlungu zokufa, nokohlwaywa esihogweni ngenxa yezono zabo ezinzima abazenza eBukumkanini Bamazulu.
Kufuneka sihlale sihamba indlela yokholo ngombulelo kuThixo kuba ethe weva iintlungu zomnqamlezo ukuze asisindise.
Amalungu eBandla likaThixo enza yonke imizamo yokuphila ubomi bombulelo, befunda isifundo kumaSirayeli atshatyalaliswa ngenxa yokukhalaza kuThixo emva kokulibala amandla Akhe, nobabalo lokuba sindisa ebukhobokeni beminyaka engama-400.
“Ezo zinto ke zabe ziyimizekelo kuthi, ukuze singabi ngabakhanuki bezinto ezimbi, njengokuba bakhanukáyo bona abo… Zonke ke ezo zinto, zabahlelayo bona, beziyimifuziselo; zabhalelwa ke ukululeka thina aba, bafikelweyo ziziphelo zawo amaphakade. Ngoko ke lowo uba umi, makalumke angawi.”
1 KwabaseKorinte 10:6-12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala