KwiXesha loMoya oyiNgcwele, kufuneka sikholelwe kuThixo uBawo nakuThixo uMama size silandele amazwi Abo.
Kungale ndlela kuphela esinokuthi sifumane ngayo ilifa laphakade lasezulwini uThixo asithembise lona.
Amalungu eBandla likaThixo akholelwa kwizithembiso zikaThixo kwaye ahamba ngendlela yevangeli, kanye njengokuba uYoshuwa noKalebhi bakholelwayo kwisithembiso sikaThixo, bengagxili kokuphambi kwabo, njengokuba abahlobo abathathu bakaDaniyeli babengoyiki kwaphela naxa besothuswa ngeziko lomlilo ovuthayo, njengokuba uNowa wamthobelayo uThixo ngokholo xa wamxelela into angazange wayibona ngaphambili.
Ke, lungekho ukholo, akunakubakho ukumkholisa kakuhle; kuba lowo uzayo kuThixo, umelwe kukukholwa ukuba ukho, nokuba ungumvuzi wabo bamfunayo. KumaHebhere 11:6
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala