USathana usilinga ngeendawo zethu ezibuthathaka. Ukuba sithe sona ngenxa yezilingo zikaSathana, okanye ngenxa yokunyolukela izinto zehlabathi, siza kuphambuka elusindisweni lukaThixo, siphele simshiya uThixo ekugqibeleni.
Amalungu eBandla likaThixo alandela umzekelo kaYesu wokoyisa isihendo sikaSathana, aze ahambe indlela yokholo ngelixa bekhetha indlela elungileyo eyafundiswa nguKristu uAhnsahnghong noThixo uMama.
“Inoyolo indoda ekunyamezelayo ukulingwa; ngokuba yothi, yakuba icikidekile, isamkele isithsaba sobomi, ebabeke ngedinga iNkosi… Makungabikho namnye utshoyo akùhendwa ukuthi, Ndihendwa kwaThixo;… Elowo ke uhendwa akutsalwa, abanjiswe, yeyakhe inkanuko. Ithi inkanuko, yakuba ithabathile, izale isono . . . sizale ukufa.
UYakobi 1:12-15
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala