Ngembali yamaSirayeli akhalazayo, ekhalazela uThixo kuhambo lwabo lweminyaka engama-40 entlango, singafunda ukuba abantu abanethemba lokungena eBukumkanini bamaZulu badinga ukuba nokholo olunyanisekileyo, nolungagungqiyo nakweyiphi na imeko.
Ukuba sifuna ukuphumelela uvavanyo lokonyulwa kwababingeleli basebukhosini bobuKumkani bamaZulu, kufuneka samkele uKristu uAhnsahnghong obonakale okwesibini kunye noThixo uMama, njengabangcwele bebandla lamandulo, abamkela uYesu osenyameni.
Ube esehlabathini ke; ihlabathi labakho ngaye, ihlabathi alimazanga. Weza kokwakhe, baza abakhe àbamvuma. Ke bonke abamamkeláyo wabanika igunya lokuba babe ngabantwana bakaThixo, abo ke bakholwayo kwigama lakhe;
UYohane 1:10-12
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala