Izilingo zehlela amaSirayeli ngawo wonke umzuzu wohambo lwabo lweminyaka engama-40 entlango kwiminyaka engama-3 500 eyadlulayo. Ngokunjalo, namhlanje, izilingo zisifikela ngezifo ezinje nge-COVID-19 zijongene nelizwe liphela nalo, kwaye ngenxa yobunzima obuninzi esidibana nabo kuhambo lwethu lokholo.
UYesu wasimisela umzekelo wendlela yokoyisa izilingo zikaSathana. Kwabo boyisa zonke izilingo ngaphandle kokuxengaxaza phantsi kwazo naziphi na iimeko njengoko wenzayo uYesu, uThixo utyhila igama likaYesu elitsha noMama waseZulwini iJerusalem owehla evela ezulwini.
Ngokuba waligcina ilizwi lomonde wam, nam ndiya kukugcina, ndikusindise kwilixa lokulingwa, eliza kuza phezu kwelimiweyo liphela, ukulinga abo bemiyo phezu kwehlabathi. Yabona, ndiza kamsinya: kúbambe ukuqinise onako, ukuze kungabikho namnye usithabathayo isithsaba sakho.
IsiTyhilelo 3:10-11
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala