Njengokuba uThixo wacikida, wanyibilikisa iintliziyo zamaSirayeli kwiimeko ezinzi ezingathendekiyo ngexa besentlango iminyaka enga-40, nathi siye sidibane namazwi kaThixo ekunzima ukuba siwathobele, sinengcinga, “Ndingakwazi nyani ukuwalandela la mazwi?” Kodwa ke, uThixo usinyibilikisa njengegolide ngokusivumela ukuba sithobele amazwi ukuze sizalwe ngokutsha njengabantwana bakaThixo, samkele iintsikelelo zasezulwini.
U-Pollyana osuka kwinoveli esihloko Pollyana eyashicelelwa eMelika ngo-1913 wenza abantu abamngqongileyo bonwabe ngomdlalo, u-“The Glad Game.” Ngokufanayo, thina, bantwana bakaThixo, kufanele sihlale sivuya, sinombulelo, sicinga ngentsikelelo yoBukumkani bamaZulu obuzukileyo esiza kubamkela kuBawo noMama.
Hlalani nivuya. Thandazani ningayeki. Ezintweni zonke bulelani; . . .
1 KwabaseTesalonika 5:16-18
Ukhamba lolokunyibilikisa isilivere; iziko lelokunyibilikisa igolide;
Umcikidi weentliziyo nguYehova.
IMizekeliso 17:3
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala