NjengamaKristu, kufanele sibe yityuwa kunye nesikhanyiselo sehlabathi ngeli xesha siphila ubomi bethu. Ngenxa yoku, uThixo usinike imfundiso: “Gcina intshisakalo yakho yakwamoya, ukhonza uThixo. Yonwaba ethembeni, zingisa embandezelweni, uthembeke emthandazweni. Buka iindwendwe. Ziboneleleni iintswelo zabangcwele. Thandanani, phangelanani ngembeko.”
UKristu uAhnsahnghong kunye noThixo uMama báthi xa siqonda inceba yoxolelo lwezono kunye nosindiso esilunikwe nguThixo, sabelane ngalo nabanye, oko kukuzalisekisa umthetho eBhayibhileni. AmaKristu okwenyani kufanele abe nothando lukaThixo.
Ndiyanivuselela ngoko, bazalwana, ngeemfefe zikaThixo, …Kanjalo ningamilisi okweli phakade; manibe kumila kumbi ngokuhlaziyeka kwengqiqo yenu, ukuze nikucikide into okuyiyo ukuthanda kukaThixo okulungileyo, okukholekileyo, okuzalisekileyo.
KwabaseRoma 12:1–2
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala