UThixo, obona isiphelo kwasekuqaleni, usilumkisile ngokungqongqo
ukuba singongezi okanye sikhuphe nantoni na kumagama eBhayibhile.
IBhayibhile iyasifundisa ukuba sigcine imiyalelo kaThixo
nje ngoSuku lweSabatha kunye nePasika,
kodwa iyasifundisa, thina maKristu, ukuba siphile ubomi bethu
njengetyuwa kunye nokukhanya kwehlabathi.
Kanye njengokuba uThixo wakhokelela amaSirayeli kwilizwe lakwaKanan
waze wabasikelela, nakwesi sizukulwana, xa sizukisa uThixo
kusapho lwethu, emsebenzini wethu, nakubamelwane bethu,
ngokweemfundiso zikaThixo uAhnsahnghong
kunye noMama waseZulwini, siya kuvunywa
ukuba siphile ubomi bethu njengamaKristu size samkele
intsikelelo yokungena kuBukumkani beZulu.
“Malukhanye ngokunjalo ukhanyiselo lwenu phambi kwabantu; ukuze bayibone
imisebenzi yenu emihle, bamzukise uYihlo osemazulwini.” uMateyu 5:16
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala