Isizathu sokuba abaprofeti bacele uluntu ukuba lungaze lulibale ukuba kuyakubakho umhla womgwebo kungenxa yokuba ubomi bomntu ngamnye kunye nobomi babo bokholo bubhaliwe kwincwadi kaThixo. UThixo uya kugweba elowo ngokwemisebenzi yakhe, njengoko kubhaliweyo encwadini.
U-Kristu Ahnsahnghong kunye noThixo uMama wehla weza kulo mhlaba ukunika inyaniso yomnqophiso omtsha kubantu abonileyo ezulwini. Benze oku ukuze lonke uluntu lukwazi ukufumana uxolelo lwezono kwaye lubuyele ezulwini ngomhla womgwebo.
Izono zabanye abantu zisekuhleni kanye, ziyandulela ukuya emgwebeni; abanye ke ziyabalandela nokubalandela. Kwangokunjalo nemisebenzi emihle isekuhleni kanye, naleyo ingenjalo ayinako ukufihlakala.
KuTimoti I 5:24-25
Ke kwanjengokuba ke abantu bemiselwe ukuba bafe kube kanye,
ize ke emveni koko ibe ngumgwebo. . .
KumaHebhere 9:27
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala