UThixo waqeqesha amaSirayeli ukuba agcine imimiselo Yakhe
enjengomhla weSabatha entlango ukuze akwazi ukugcina umthetho
kaThixo eKanan.
Ngokufanayo, uThixo uvumela abo banethemba lobukumkani bamazulu
ukuba bafunde ulwimi lwasezulwini, ululwimi lothando, ukholo,
ithemba, nosindiso, kubomi babo bemihla ngemihla ngaphambi
kokuba bangene ubukumkani bamazulu.
Abo babethetha ulwimi lwasezulwini bamkela intsikelelo kaThixo.
UYoshuwa noKalebhi bangena eKanan, yaye abahlobo abathathu
bakaDaniyeli bakhuselwa kwiziko elivutha umlilo.
Ngokufanayo, abo bathetha ulwimi lwasezulwini ngokweemfundiso zikaKristu
Ahnsahnghong noThixo uMama banokungena ebukumkani bamazulu obungunaphakade.
Kuba siyakhubeka kaninzi sonke. Ukuba umntu akakhubeki
zwini, lowo uyindoda egqibeleleyo, enako ukuwubamba ngomkhala
nawo umzimba uphela. . . . Nolwimi olu ngumlilo, lihlabathi
elizele kukungalungisi; lunjalo ulwimi ukuhlala phakathi kwamalungu
ethu. Lona luyawudyobha umzimba uphela, luvuthisa
intenda yobomi; lona ke luvuthiswa sisihogo somlilo.
EkaYakobi 3:2–6
119 Bundang P.O.Box, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Mzantshi Khoriya
Tsalela 031-738-5999 Fax 031-738-5998
Ndlu-Nkulu: 50, Sunae-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
Ibandla eliyiNtloko: 35, Pangyoyeok-ro, Bundang-gu, Seongnam-si, Gyeonggi-do, Khoriya
ⓒUmbutho Womsebenzi Welizwe iBandla likaThixo. Onke amagunya agciniwe. Umthetho Wabucala